2 Ookumkani 12:1-2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Waba ngukumkani uYowashe ngomnyaka wesixhenxe kaYehu; waba neminyaka emashumi mané engukumkani eYerusalem. Ke igama lonina belinguTsibheya waseBher-shebha.

2. UYowashe wenza okuthe tye emehlweni kaYehova yonke imihla yakhe, abemyala ngayo uYehoyada umbingeleli.

2 Ookumkani 12