2 Ookumkani 12:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Waba ngukumkani uYowashe ngomnyaka wesixhenxe kaYehu; waba neminyaka emashumi mané engukumkani eYerusalem. Ke igama lonina belinguTsibheya waseBher-shebha.

2 Ookumkani 12

2 Ookumkani 12:1-2