2 Ookumkani 13:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngomnyaka wamashumi omabini anamithathu kaYowashe unyana ka-Ahaziya, ukumkani wakwaYuda, waba ngukumkani uYehowahazi, unyana kaYehu, kumaSirayeli kwaSamari, iminyaka yalishumi elinesixhenxe.

2 Ookumkani 13

2 Ookumkani 13:1-10