2 Ookumkani 12:21 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UYozakare unyana kaShimehati, noYozabhadi unyana kaShomere, abakhonzi bakhe, bamxabela ke, wafa. Bamngcwabela kooyise emzini kaDavide. UAmatsiya, unyana wakhe, waba ngukumkani esikhundleni sakhe.

2 Ookumkani 12

2 Ookumkani 12:15-21