2 Ookumkani 10:8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wafika umthunywa, wamxelela, wathi, Bazizisile iintloko zoonyana bokumkani. Wathi, Zibekeni zibe ziimfumba ezimbini ngaphandle kwesango kude kuse.

2 Ookumkani 10

2 Ookumkani 10:7-13