2 Ookumkani 10:9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwathi kusasa waphuma, wema, wathi kubantu bonke, Ningamalungisa; yabonani, mna ndaceba inkosi yam, ndayibulala; ngubani na ke lo uxabele bonke aba?

2 Ookumkani 10

2 Ookumkani 10:2-19