2 Ookumkani 10:7 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwathi, yakufika kubo le ncwadi, babathabatha oonyana bokumkani, babasika bengamadoda angamashumi asixhenxe, bazibeka iintloko zabo ezingobozini, bazithumela kuye eYizereli.

2 Ookumkani 10

2 Ookumkani 10:1-12