2 Ookumkani 10:31 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke uYehu akakugcinanga ukuhamba ngomyalelo kaYehova uThixo kaSirayeli ngentliziyo yakhe yonke; akatyekanga ezonweni zikaYarobheham, awawonisa ngazo amaSirayeli.

2 Ookumkani 10

2 Ookumkani 10:22-36