2 Ookumkani 10:30 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi uYehova kuYehu, Ngenxa enokuba ulungisile ukwenza okuthe tye emehlweni am, wenza kwindlu ka-Ahabhi njengako konke okusentliziyweni yam: oonyana bakho besizukulwana sesiné baya kukuhlalela etroneni yakwaSirayeli.

2 Ookumkani 10

2 Ookumkani 10:21-36