2 Kwabasekorinte 7:13 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngenxa yoko, sithuthuzelekile ngenxa yokuthuthuzeleka kwenu; sakuvuyela ke ngokugqithiseleyo ngakumbi ukuvuya kukaTito; ngokuba waphunyuzwayo umoya wakhe nini nonke.

2 Kwabasekorinte 7

2 Kwabasekorinte 7:5-16