2 Kwabasekorinte 7:12 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngoko ke, noko ndanibhalelayo, andikwenzanga oko ngenxa yalowo wamonayo omnye, kanjalo andikwenzanga ngenxa yalowo woniwáyo; ndakwenzela ukuze kubonakalaliswe kuni ukuninyamekela kwethu emehlweni kaThixo.

2 Kwabasekorinte 7

2 Kwabasekorinte 7:6-13