2 Kwabasekorinte 7:14 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngokuba ukuqhayisa endaqhayisa ngako ngani, andidaniswanga ngako; njengokuba sazithetha kuni izinto zonke sinyanisile, ngokunjalo nokuqhayisa kwethu oko phambi koTito kwaba yinyaniso.

2 Kwabasekorinte 7

2 Kwabasekorinte 7:9-16