2 Izikronike 18:30 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke ukumkani wakwa-Aram wabawisela umthetho abathetheli beenqwelo zokulwa abenazo, wathi, Ize ningalwi nomncinane, nomkhulu; yilwani nokumkani wakwaSirayeli yedwa.

2 Izikronike 18

2 Izikronike 18:26-34