2 Izikronike 18:31 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwathi, bakumbona uYehoshafati abathetheli beenqwelo zokulwa, bathi bona, Ngukumkani wakwaSirayeli; bamrhawula, beza kulwa naye. Wakhala uYehoshafati; uYehova wamnceda, uThixo wabasonga kuye.

2 Izikronike 18

2 Izikronike 18:26-34