2 Izikronike 18:29 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi ukumkani wakwaSirayeli kuYehoshafati, Ndiya kuzenza mntu wumbi, ndingene ekulweni; yambatha iingubo zakho wena. Wazenza mntu wumbi ukumkani wakwaSirayeli, bangena ekulweni.

2 Izikronike 18

2 Izikronike 18:24-30