1 Usamuweli 4:18 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwathi, akukhankanya ityeya kaThixo, wawa esihlalweni sakhe, eqethuka ngomva ngasecaleni kwesango, waphuka ilungu lentamo, wafa; ngokuba indoda leyo ibiselilixhego; inzima. Yayiwalawula amaSirayeli iminyaka emashumi mané.

1 Usamuweli 4

1 Usamuweli 4:17-22