1 Usamuweli 4:19 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke kaloku umolokazana wayo, umkaPinehasi, ebemithi, eza kuzala. Wathi akuziva iindaba zokuthinjwa kwetyeya kaThixo, nezokufa koyise wendoda nokwendoda yakhe, waguqa, wazala; ngokuba yamfikela inimba.

1 Usamuweli 4

1 Usamuweli 4:12-22