1 Usamuweli 4:17 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Waphendula umbiki, wathi, Asabile amaSirayeli phambi kwamaFilisti, kananjalo babulewe kakhulu abantu, kananjalo oonyana bakho bobabini bafile, ooHofeni noPinehasi; ityeya kaThixo ithinjiwe.

1 Usamuweli 4

1 Usamuweli 4:7-19