1 Usamuweli 4:16 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Yathi indoda leyo kuEli, Ndingulo uvela emkhosini mna, ndisabé emkhosini namhlanje. Wathi yena, Kuhlé ntoni na, nyana wam?

1 Usamuweli 4

1 Usamuweli 4:13-22