1 Usamuweli 3:14 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngoko ndiyifungele indlu kaEli, ndathi, Inene ubugwenxa bendlu kaEli abuyi kucanyagushelwa ngambingelelo, nangamnikelo wakudla, naphakade.

1 Usamuweli 3

1 Usamuweli 3:7-21