1 Usamuweli 3:13 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ndimxélele ukuba ndiyayigweba indlu yakhe kude kuse ephakadeni, ngenxa yobugwenxa abaziyo; ngokuba báziqalekisa oonyana bakhe, akabangxolisa.

1 Usamuweli 3

1 Usamuweli 3:8-16