1 Usamuweli 3:15 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Walala uSamuweli kwada kwasa, wazivula ke iingcango zendlu kaYehova. USamuweli woyika ukumxelela uEli umbono lowo.

1 Usamuweli 3

1 Usamuweli 3:12-17