1 Usamuweli 2:10 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UYehova yena — baya kuqhiphuka umbilini ababambana naye.Uya kududumisa phezu kwabo emazulwini;UYehova uya kuzigweba iziphelo zehlabathi,Amnike ukumkani wakhe amandla,Aluphakamise uphondo lomthanjiswa wakhe.

1 Usamuweli 2

1 Usamuweli 2:5-17