1 Usamuweli 2:11 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wesuka uElikana, waya endlwini yakhe; ke umntwana ebelungiselela kuYehova phambi kukaEli umbingeleli.

1 Usamuweli 2

1 Usamuweli 2:7-21