1 Usamuweli 2:9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Iinyawo zabàkhe benceba uya kuzigcina,Abangendawo badake ebumnyameni;Ngokuba indoda ayeyisi ngamandla.

1 Usamuweli 2

1 Usamuweli 2:1-13