1 Usamuweli 1:23 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi uElikana indoda yakhe kuye, Yenza okulungileyo emehlweni akho; hlala ude umlumle; ke uYehova makalimise ilizwi lakhe. Wahlala ke umfazi, wanyisa unyana wakhe wada wamlumla.

1 Usamuweli 1

1 Usamuweli 1:15-24