1 Usamuweli 1:22 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke yena uHana akanyukanga; ngokuba wathi kwindoda yakhe, Kokha kulunyulwe umntwana, ndandule ke ukumzisa abonakale phambi koYehova, ahlale khona kude kuse ephakadeni.

1 Usamuweli 1

1 Usamuweli 1:13-28