1 Usamuweli 1:24 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wenyuka naye, akuba emlumle, eneenkunzi ezintathu ezintsha, ne-efa* yomgubo, nentsuba yewayini, wamsa endlwini kaYehova eShilo, umntwana lowo esemncinane.

1 Usamuweli 1

1 Usamuweli 1:14-28