1 Ookumkani 5:1-2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Wathuma ke uHiram, ukumkani waseTire, abakhonzi bakhe kuSolomon; kuba ubevile ukuba uthanjisiwe ukuba abe ngukumkani, esikhundleni sikayise; ngokuba uHiram ubehleli emthanda uDavide yonke imihla.

2. Wathumela uSolomon kuHiram, esithi,

1 Ookumkani 5