1 Ookumkani 5:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathuma ke uHiram, ukumkani waseTire, abakhonzi bakhe kuSolomon; kuba ubevile ukuba uthanjisiwe ukuba abe ngukumkani, esikhundleni sikayise; ngokuba uHiram ubehleli emthanda uDavide yonke imihla.

1 Ookumkani 5

1 Ookumkani 5:1-2