1 Ookumkani 6:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwathi, ngomnyaka wamakhulu omané anamanci asibhozo bephumile oonyana bakaSirayeli ezweni lamaYiputa, ngomnyaka wesiné uSolomon engukumkani kumaSirayeli, ngenyanga enguZivi, eyinyanga yesibini, wamakhela uYehova indlu leyo.

1 Ookumkani 6

1 Ookumkani 6:1-7