1 Ookumkani 6:2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Loo ndlu ukumkani uSolomon wamakhelayo uYehova ibiziikubite* ezimashumi mathandathu ubude bayo, iziikubhite ezimashumi mabini ububanzi bayo, iziikubhite ezimashumi mathathu ukuphakama kwayo.

1 Ookumkani 6

1 Ookumkani 6:1-3