1 Ookumkani 4:17-19 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

17. nguYehoshafati unyana kaParuwa, kwaIsakare;

18. nguShimehi unyana kaEla, kwaBhenjamin;

19. nguBebhere unyana kaUri, elizweni laseGiliyadi, ezweni lakwaSihon ukumkani wama-Amori, nelakwaOgi ukumkani waseBhashan; ekuphela komongameli obekwelo zwe.

1 Ookumkani 4