1 Ookumkani 3:28 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Asiva onke amaSirayeli isigwebo agwebé ngaso ukumkani; amoyika ukumkani; ngokuba ayebona ukuba ubulumko bukaThixo buphakathi kwakhe, ukuba enze isigwebo.

1 Ookumkani 3

1 Ookumkani 3:22-28