1 Ookumkani 3:27-28 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

27. Waphendula ukumkani, wathi, Mnikeni leya umntwana ohleliyo, ningàmbulali; nguye unina.

28. Asiva onke amaSirayeli isigwebo agwebé ngaso ukumkani; amoyika ukumkani; ngokuba ayebona ukuba ubulumko bukaThixo buphakathi kwakhe, ukuba enze isigwebo.

1 Ookumkani 3