1 Ookumkani 2:46 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ukumkani wamwisela ke umthetho uBhenaya unyana kaYehoyada; waphuma wamgwaza, wafa. Ubukumkani baqiniseka esandleni sikaSolomon.

1 Ookumkani 2

1 Ookumkani 2:37-46