1 Ookumkani 4:1-2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Ukumkani uSolomon waba ngukumkani wamaSirayeli onke.

2. Ngabo aba ke abathetheli abenabo: nguAzariya, unyana kaTsadoki, umbingeleli;

1 Ookumkani 4