1 Ookumkani 21:7 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi uIzebhele umkakhe kuye, Wena, abuphethwe nguwe na ngoku ubukumkani bakwaSirayeli? Vuka udle ukudla, ichwayithe intliziyo yakho; ndokunika mna isidiliya sikaNabhoti waseYizereli.

1 Ookumkani 21

1 Ookumkani 21:6-14