1 Ookumkani 21:6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi kuye, Kungokuba ndithethe kuNabhoti waseYizereli, ndathi kuye, Ndínike isidiliya sakho ngemali; okanye ukuba ùyavuma, ndokunika esinye isidiliya esikhundleni saso; wathi, Andiyi kukunika isidiliya sam.

1 Ookumkani 21

1 Ookumkani 21:1-14