1 Ookumkani 21:8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wabhala iincwadi egameni lika-Ahabhi, wazitywina ngomsesane wakhe, wazithumela ezo ncwadi kumadoda amakhulu nakubanumzana ababekuloo mzi wakhe, ababehleli noNabhoti.

1 Ookumkani 21

1 Ookumkani 21:1-14