1 Ookumkani 20:15 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wawabala ke amadodana abathetheli bamazwe, aba ngamakhulu amabini anamanci mathathu anamabini; emva kwawo wababala bonke abantu; bonke oonyana bakaSirayeli baba ngamawaka asixhenxe.

1 Ookumkani 20

1 Ookumkani 20:10-25