1 Ookumkani 20:14 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi ke uAhabhi, Ngabani na? Wathi yena, Utsho uYehova ukuthi, Ngamadodana abathetheli bamazwe. Wathi, Ngubani na oya kuqala ukulwa? Wathi, Nguwe lo.

1 Ookumkani 20

1 Ookumkani 20:13-18