1 Ookumkani 20:13 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwabonakala mprofeti uthile, wafika kuAhabhi ukumkani wakwaSirayeli, wathi, Utsho uYehova ukuthi, Ùyibonile na yonke le ngxokolo ingakanana? Yabona ndiyiníkele esandleni sakho namhla; wazi ukuba ndinguYehova.

1 Ookumkani 20

1 Ookumkani 20:8-15