1 Ookumkani 20:16 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Baphuma emini enkulu. Ke kaloku uBhen-hadade ubesela, enxila eminqubeni, yena nookumkani abamashumi mathathu anababini, ookumkani abo bamncedisayo.

1 Ookumkani 20

1 Ookumkani 20:12-19