1 Ookumkani 2:29 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Waxelelwa ukumkani uSolomon, ukuba uYowabhi usabele ententeni kaYehova; nanko ecaleni lesibingelelo. USolomon wathuma uBhenaya unyana kaYehoyada, wathi, Yiya umgwaze.

1 Ookumkani 2

1 Ookumkani 2:25-35