1 Ookumkani 2:30 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Waya uBhenaya ententeni kaYehova, wathi kuye, Uthi ukumkani, Phuma. Wathi yena, Hayi; ndiya kufela apha. UBhenaya wambuyisela ukumkani ilizwi, esithi, Wenjenje ukuthetha uYowabhi, wenjenje ukundiphendula.

1 Ookumkani 2

1 Ookumkani 2:20-39