1 Ookumkani 2:28 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Lwafika olu daba kuYowabhi; ngokuba uYowabhi wayethelele kuAdoniya, noko wayengathelelanga kuAbhisalom. UYowabhi wasabela ententeni kaYehova, wabambelela ezimpondweni zesibingelelo.

1 Ookumkani 2

1 Ookumkani 2:25-37