1 Kwabasekorinte 11:23 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kuba mna ndakwamkela kuyo iNkosi oko ndikunikeleyo nokukunikela kuni: Okokuba iNkosi uYesu, ngobusuku eyanikelwa ngabo, yathabatha isonka;

1 Kwabasekorinte 11

1 Kwabasekorinte 11:14-26