1 Kwabasekorinte 11:24 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

yaza yakuba ibulele, yasiqhekeza, yathi, Thabathani, ndile, ngumzimba wam lo, owaphulelwa nina; oku kwenzeleni ukundikhumbula.

1 Kwabasekorinte 11

1 Kwabasekorinte 11:16-34