1 Kwabasekorinte 11:22 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kanene aninazindlu na zokudlela nokusela? Okanye nidela ibandla likaThixo na, nibadanisa nje abangenanto? Ndíthini na kuni? Ndínidumise na kule nto? Andinidumisi.

1 Kwabasekorinte 11

1 Kwabasekorinte 11:19-24